Iinjoli Ziyatya Abantu Balambile

R180.00

Isakhono sokubalisa amabali amafutshane silahlekile kumaXhosa. Abazalirnabaninzi, nekwakungumsebenzi wabo oku, bahamba naso esi sakhono ngobudludla-nazornbaya ezidolophini, bambi badliwa lingcwaba. Kwabasezidolophini, amakhayarnamaninzi, indima yokubalisa sele ayixhoma kumabonakude. Akukho okugwenxa ngoku,rnkodwa imfundiso kamabonakude yahlukile kwimfundiso yamabali abaliswa ngumnturnomkhulu, onamava. Kaloku kumabali abaliswa ngumntu omkhulu imfundiso ikhiwarnngezitya, yaye asoloko enjongo ikukonwabisa, ukufundisa, ukulumkisa, nokuyala.